Izolo
Izolo a song by Zahara on Foxsoundi — Free Music, Smart Streaming for Everyone
Izolo Lyrics
Okwayizolo ngokwayizolo
Silapha ngoko
Okwayizolo ngokwayizolo ndilapha ngoku
Qhaqha ntliziyo
Kukhona amagqubu
Kungqungquthelwene ngentliziyo yam
Ndigqithe ndagqiba
Ndaqala ndaqoma
Sixabinile izolo mhh
Ndinengxubakaxa
Ndixakane nesi sixakamlomo
Ndifunyenwe we
Intliziyo yam ixakene nam
Sixabinile izolo hoyoyoyo
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Umoya wam awuvumi
Ndibamba amagqubu
Uyinsikelelo kum kaloko hmmm
Ungusakhe sakhe ke
Masibambane ingomso lelethu
Bedinengxubakaxa
Ndixakane nesi sixakamlomo
Ndifunyenwe we
Intliziyo yam ixakene nam
Akukho kuba ndixakeke ngawe
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Silapha ngoko
Okwayizolo ngokwayizolo ndilapha ngoku
Qhaqha ntliziyo
Kukhona amagqubu
Kungqungquthelwene ngentliziyo yam
Ndigqithe ndagqiba
Ndaqala ndaqoma
Sixabinile izolo mhh
Ndinengxubakaxa
Ndixakane nesi sixakamlomo
Ndifunyenwe we
Intliziyo yam ixakene nam
Sixabinile izolo hoyoyoyo
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Umoya wam awuvumi
Ndibamba amagqubu
Uyinsikelelo kum kaloko hmmm
Ungusakhe sakhe ke
Masibambane ingomso lelethu
Bedinengxubakaxa
Ndixakane nesi sixakamlomo
Ndifunyenwe we
Intliziyo yam ixakene nam
Akukho kuba ndixakeke ngawe
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo ngoku ndixolile
Sixabinile izolo sixabinile izolo
Sixabinile izolo kodwa ndikuxolele
From the album: Afropop
-
HALLELUJAH (feat. Blaqbonez) by CKay , Blaqbonez , -
Electricity by Pheelz , Davido , -
For My Hand (feat. Ed Sheeran) by Burna Boy , Ed Sheeran , -
Osadebe by Joeboy , -
Champagne Papi by Dopebwoy , 3robi , Boef , SRNO , -
Sad Girls (feat. Rema) by Clean Bandit , French The Kid , Rema , -
Last Last by Burna Boy , -
Sharna by WSTRN , -
Distance by Omarion , -
Jerusalema - Edit by Master KG , Nomcebo Zikode , -
Rover (feat. DTG) by S1mba , DTG , -
Block Traffic by Kranium , Rytikal , -
Table for Two by Yxng Bane , -
Erop Eraf by Dopebwoy , Jonna Fraser , -
Miracles - Stakev Amapiano Remix by Locnville , Apple Gule , -
Comfortable by Bebe Rexha , Kranium , -
BANDZ (feat. Emms) by CHO , Emms , -
Attention by OMAH LAY , Justin Bieber , -
love nwantiti (ah ah ah) by CKay , -
WARNING by Kojo Funds , -
Airplane Mode by Nines , NSG , -
Fugazi by One Acen , -
Nyamezela by Zahara , Zahara , -
MAAJO by Wale , -
Melody by Sketchy Bongo , Kyle Deutsch , -
Sayin Hello by Locnville , Illa , Illa , -
Seng'fikile by Zandie Khumalo , -
Silang Mabele by Mzansi Undercover , -
Ngibonga Wena by Masandi , -
Summer Feels by Rouge , -
Slow Motion by Don Toliver , Wizkid , -
Zuwena by Diamond Platnumz , -
You're Hired (feat. Ayra Starr) by NEIKED , Ayra Starr , -
Burning by GRM Daily , M Huncho , dutchavelli , -
Bunda by Figo Gang , -
Medusa by Layzee Ella , Khaid , -
Cut Me Off by Yxng Bane , D-Block Europe , -
Always (feat. Black Sherif) by Darkoo , Black Sherif , -
Izolo by Zahara , Zahara , -
Gal Policy by Kranium , -
IFTK by Tion Wayne , La Roux , -
Good Vibes by JAY1 , -
Check by Kojo Funds , RAYE , -
Ben' Ova by WSTRN , -
Twice by S1mba , -
Adenuga (feat. Qing Madi) by Joeboy , Qing Madi , -
Pheelz Like Summer by Pheelz , -
soso by OMAH LAY , -
International Affair by Mark Ronson , Sean Paul , Tweet , -
Answerphone by Banx & Ranx , Ella Eyre , Yxng Bane ,